I-Concentration
Appearance
![](http://chped.net/https/upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/6/63/Dilution-concentration_simple_example.jpg)
Kw-ikhemestri, i-concentration ithetha okokuba into (i-substance) egalelwayo okanye exutywayo ingaba ixutywe kangakanani na kuloo nto (substance) ixutywa kuyo.
I-substance okanye into e-nyibilikileyo (iboniswe ngedayi ebomvu kule mizekelo) yaziwa ngokuba sisinyibiliki. Into leyo isinyibiliki sinyibilika kuyo (umzekelo waso kwezi glasi ngamanzi) saziwa ngokuba sisinyibilikisi.
Ukwenza ukuba umxube,u-concentr-eythe umntu makongeze isinyibiliki (i-solute) esiyidayi ebomvu kulo mzekelo, okanye aphungule isinyibilikisi (i-solvent) esingamanzi ngokwalo mzekelo. Xa kungxengwa umxube, makongezwe isinyibilikisi esithe xaxe, okanye kuphungulwe isinyibiliki.